Jhb to Ec transprt

Jhb to Ec transprt Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Jhb to Ec transprt, Transportation Service, 1821 teanong, Johannesburg.

11/01/2024

Hi bakhaya bam
Masambeni kusasa
E.c to JHB
+27836933086
750
Via
N1

08/01/2024

From Ec to jhb
Nge 9Jan
0737330866
Via
N1
Cela sambeni zihlobo

03/01/2024

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Ntoshy Maka-Ase Gqamane, Nancy Thash, Retshepile Mphatsoe

16/12/2023

Bakhaya bam sbene ngxaki so ndaxolisa uba sijikile kodwa nabo ebebekhona babonile xolweni bakhaya pls ningandizondi nakum kubuhlungu ukujika n Mpilo yethu iza kuqala so andikwazanga uhamba ngenkani xolweni bakhaya ,ayiphumanga taxi jike endleleni....iphuma today

Kukho ubhuti ohamba nomnye ucc ebebethukisa emotweni bethuka kwa abakhweli ngengxa yoba befuna uhamba ngenkani xolweni bakhaya bam ndidanile n esangweni bafune ukwehla khona ngenkani phofu ndithi Kubo ndicela unibeka ezindlin ndibuye ndinithathe kwa early ngomso Kuba kuse busuku ngoku khange bavume n bebesele ingxaki bese spruit andakwazi uthatha nabanye xolweni bakhaya bam. Kwakhona....

15/12/2023

Ndicela nindiphendule bakhaya pls
Abahambayo ndicela number zenu kwi inbox pls guys
Cela nindi whatsapp apha 073776 1220
Even niya fowna iyaphumela
Lena yam ne iphone ine ngxaki pls bantakwethu

15/12/2023

Bakhaya namhlanje siyaphuma cela sivele abahambayo....
Call 0796 200 662
Or
073 0699 407
Jhb to Ec

15/12/2023

Moleen bakhaya siyagoduka namhlanje cela sivele motor ayikagcwali......

11/12/2023

Bakhaya nge 15 siyaphuma cela sivele abahambayo....
Call 0796 200 662
Or
073 0699 407
Jhb to Ec
700
N1
Last stop mtata

09/12/2023

Bakhaya bam mabavele abagodukayo namhlanje space sisekho

JHB to EC via Alwal North last stop Mtata
0715260408

07/12/2023

Bakhaya nge 8 siyaphuma cela sivele abahambayo....
Call 0796 200 662
Or
073 0699 407
Jhb to Ec

07/12/2023

Bakhaya nge 8 siyaphuma cela sivele abahambayo....
Call 0796 200 662
Or
073 0699 407

Address

1821 Teanong
Johannesburg

Telephone

+27655557072

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Jhb to Ec transprt posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share